Wikimedia Foundation elections/2021/2021-06-09/Call for Candidates/Short/xh

This page is a translated version of the page Wikimedia Foundation elections/2021/2021-06-09/Call for Candidates/Short and the translation is 100% complete.
Other languages:
Deutsch • ‎English • ‎Hausa • ‎Igbo • ‎Kiswahili • ‎Yorùbá • ‎català • ‎français • ‎isiXhosa • ‎čeština • ‎русский • ‎українська • ‎العربية
Wikimedia-logo black.svg
2021 Board Elections
Main Page
Candidates
Voting information
Results
Discussions
FAQ
Questions
Organization
Documentation
This box: view · talk · edit

I 2021 iBhodi yeTrasti unyulo iyeza kungekudala. Abagqatswa boluntu bayafuneka ukuze bagcwalise izihlalo ezikhoyo.

Ibhodi yeTrasti yeWikimedia ijongene nokusebenza kweWikimedia Foundation.Iitrasti zoluntu kunye neBhodi yeTrasti ebekiweyo. Itrasti nganye isebenza iminyaka emithathu.Uluntu lwe-Wikimedia lunethuba lokuvota iitrasti zoluntu.

Abanikeli be-Wikimedia baya kuvota ukuzalisa izihlalo ezine kwiBhodi ngo-2021. Eli lithuba lokuphucula ukumelwa, iyantlukwano, kunye nobuchule beBhodi njengeqela.

Ngoobani abanokuba ngabagqatswa? Ngaba ungumgqatswa onokubakho? Fumana ngakumbi kwi- faka isicelo sokuba ngumgqatswa iphepha.

Enkosi ngenkxaso yakho,

I IBhodi yeTrasti yeWikimedia Foundation